Definitions
Sorry, no definitions found. Check out and contribute to the discussion of this word!
Etymologies
Sorry, no etymologies found.
Support
Help support Wordnik (and make this page ad-free) by adopting the word ngoku.
Examples
-
Phambi kokuba ndikhwelele kweliqonga, inga bonke abantu kunye nenkokheli zam zonke into yokuba liphelile ixesha loo Hlohlezabo, ubuqhophololo nobuqhwemesha ngoku.
Speech by Nkosi Mwelo Nonkonyana during the debate on the Provincial & Local Government budget vote 2008
-
Phofu ke incedile iANC ibafundise ngokuzisa urhulumente wabantu, ibafundise ukuba ukulingana oku ngento yonke kungakhethe bala yinto enokwenzeka, kwaye iyile yenzekayo ngoku.
-
Masi Khumbule amaqhawe awalelw eli lizwe ngoku tshintsha amagama.
Speech by Pamela Tshwete on the Department of Arts & Culture Budget Vote Debate 2007
-
Kwiintsuku nje ezingephi ukusuka ngoku kuza kube kuvulwa i-Chris Hani Institute of Science and Technology ngenxa yemisebenzi yeli sebe.
-
Phambi kokuba ndikwelele kweliqonga, inga bonke abantu kunye no Ceba bangayazi into yokuba liphelile ixesha loo Hlohlezabo, ubuqhophololo nobuqhwemesha ngoku.
-
Mphathiswa kudala kwakhukho umzila ka loliwe owawusiya emaphandleni ngoku kwa bekwa iingolovane awusetyenziwa, kunganjani kuziswe uloliwe aphinde ahambe kuvele amathuba emisebenzi, kuphunguke no xinano kuhola wendlela.
SPEECH BY ND MBOMBO ON BUDGET VOTE 33: PUBLIC TRANSPORT 17 June 2004 2004
-
Oololiwe ngoku bacocekile, ukhuseleko luyancomeka yaye luyaphuculwa rhoqo kwane zitishi ziyabukeka zicocekile.
SPEECH BY ND MBOMBO ON BUDGET VOTE 33: PUBLIC TRANSPORT 17 June 2004 2004
-
Amaqela endlobongela ayefudula esebenzisa oololiwe njengezigqubu ngoku anyamalala.
SPEECH BY ND MBOMBO ON BUDGET VOTE 33: PUBLIC TRANSPORT 17 June 2004 2004
-
Kusapho nabazululwa, ndithi - tutwini, limkile iqhawe lase-Afrika, sijonge kuni ngoku ukuba isibane asikhanyisileyo u-Tata sihlale sikhanya phezulu.
Comments
Log in or sign up to get involved in the conversation. It's quick and easy.